paroles de chanson Ubuhle - Lusanda Spiritual Group
Wakrazulwa
ngenxa
yami,
Liwa
laphakade.
Kuze
ndizifihle
kuwe,
Nxeba
lika
Yesu!
Kuze
ndizifihle
kuwe,
Kuze
ndizifihle
kuwe,
Kuze
ndizifihle
kuwe,
Nxeba
likaYesu!
Yeyani
na
le
mikrozo,
Kwelo
cala
laKho?
Yeyegazi,
yeyamanzi,
Ma
ndihlanjululwe.
Yeyegazi,
yeyamanzi,
Yeyegazi,
yeyamanzi,
Yeyegazi,
yeyamanzi,
Mandihlanjululwe.
Iinyembezi
zeminyaka,
Azingefeze
nto.
NguWe
Nkosi
osusayo,
Zonk'
izoono
zomntu.
NguWe
Nkosi
osusayo,
NguWe
Nkosi
osusayo,
NguWe
Nkosi
osusayo,
Zonk'
izoono
zomntu.
Andinanto
esandleni,
Ndize
kanye
Nkosi!
Se
ndondele
ekrusini,
Ekubethelweni.
Se
ndondele
ekrusini,
Se
ndondele
ekrusini,
Se
ndondele
ekrusini,
Ekubethelweni.
Wakrazulwa
ngenxa
yami,
Liwa
laphakade.
Kuze
ndizifihle
kuwe,
Nxeba
lika
Yesu!
Kuze
ndizifihle
kuwe,
Kuze
ndizifihle
kuwe.
Kuze
ndizifihle
kuwe,
Nxeba
lika
Yesu!
1 Abanye Bayawela
2 Umoya Wenkosi
3 Ubuhle
4 Kanye Nawe Nkosi Yami
5 Nyathela Kancane
6 Banthi Bayamazi
7 He Is My Sheperd
8 Sebekhala
9 Ndiya Kulangazelela
10 Bayete Ngonyama
11 Nkosi Yam Ubundithanda
12 Wakrazulwa
13 Woza Mmeli
14 Bawo Xa Ndilahlekayo
15 Sinelizwe
16 Emnqamlezweni
17 Igama Lenkosi
Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.