paroles de chanson Siyakudumisa Bawo - Ntsika , Lebo Sekgobela
Lo
Thixo
Endimthandazayo
Akozeli,akalali.
Lo
Thixo,endimthembileyo,unguYise
Wamabandla
Onke
eyh
Ngangamsha
entle
yasekhay'ezulwini
yeaheeeh.
Ungumabizwa'sabele.
Lo
Thixo,
endimsebenzelayo
Yena
uyiNgcwele
unothando
nofefe
Ndiyamethemba
xa
ndisengxingweni.
Undimbathisa
ingubo
efudumeleyo.
Ngangamsha
entle
yasekhay'ezulwini
Ungumabizwa'sabele
Siyakudumisa
Bawo
Simana
sithi
uyiNgcwele
Siyakudumisa
Bawo
Simana
sithi
uyiNgcwele
(asimbonanga
ofana
nawe)
Simana
sithi
uyiNgcwele
Siyakudumisa
Bawo
Lo
Thixo,
endimthandazayo
Akozeli,akalali.
Lo
Thixo
endimsebenzelayo
Yena
uyiNgcwele
unothando
unofefe
Ngangamsha
entle
yasekhay'ezulwini.
Ungumabizwa'sabele(unguMadida)(mabizwa'sabele)
Siyakudumisa
Bawo
Simana
sithi
uyiNgcwele(unothando
akekho'fana
nawe)
Siyakudumisa
Bawo
Simana
sithi
uyiNgcwele
Siyakudumisa
Bawo
Simana
sithi
uyiNgcwele
Siyakudumisa
Bawo
Simana
sithi
uyiNgcwele
Siyakudumisa
Bawo
simana
sithi
uyiNgcwele.
Ooooohhhh
uyiNgcwele
Bawo
Ngcweeeeeeleeeee.

1 Camagu
2 Fana Mayiza
3 Nguye
4 Ding Dong
5 Awundiva
6 Suka
7 Alkebulan
8 Mwelase
9 Siyakudumisa Bawo
10 Stay
11 Vanilla Flavored Clouds
12 Uchigara Mweya Wangu
13 Wela Umfula
14 Sabela
Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.