Текст песни Incwadi E Ncane - Live - Zahara
Ngeny'imini
ndathi
ndivuka
ndabona
incwadi
encane
Ndabona
ayiveli
kumama
Lena
Xa
ibingumama
ngethe
dear
sana
lwam
Ndaqhubeka
mna
ndafunda
Ndifund'incwade
ncane
Ithi
andazi
ndobuya
nini
na
Ndisathath'uhambo
lwam
Ndizokhangela
phi
na?
Mna
ndifun'ubona
isithandwa
sam
Ndizokubuza
kubani
na?
Mna
ndifun'ubona
isithandwa
sam
Ngeny'imini
ndathi
ndivuka
ndabona
incwadi
encane
Ndabona
ayiveli
Lena
Xa
ibingumama
ngethe
dear
sana
lwam
Ndaqhubeka
mna
ndafunda
Ndifund'incwade
ncane
Ithi
andazi
ndobuya
nini
na
Ndisathath'uhambo
lwam
Ndizokhangela
phi
na?
Mna
ndifun'ubona
isithandwa
sam
Ndizokubuza
kubani
na?
Mna
ndifun'ubona
isithandwa
sam
Ndavhunza,
ndavhunza
Ndavhunza
akaendepiko
Hona
mudiwa
wangu
Mudiwa
wangu
wepamoyo
Dzoka
zvaaako
Akaende
piko
Moyo
wangu
unorwadza
Ndikakufunga
Misodzi
yobuda
Hoo
yobuda
Mudiwa
wangu
dzoka
iwe
Ndichakurinda
Ndati
dzoka
zvaaaaako
Ndizokhangela
phi
na?
Mna
ndifun'ubona
isithandwa
sam
Ndizokubuza
kubani
na?
Mna
ndifun'ubona
isithandwa
sam
Ndizokhangela
phi
na?
Mna
ndifun'ubona
isithandwa
sam
Ndizokubuza
kubani
na
Mna
ndifun'ubona
isithandwa
sam
Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.