Ami Faku - Ebhayi - перевод текста песни на английский

Текст и перевод песни Ami Faku - Ebhayi




Ebhayi
Ebhayi
Sohlangana eBhayi so...
I've come back to Ebhayi
Amehlo abomvu
Red-eyed
Kudinekile
I'm exhausted
Nabatshana bam ndibanqabile
Baby I see you've been doing well
Bandifun′imali bo
You've made money
Bathi ndivel'eGoli
You said I left for Johannesburg
Ndikhwele etaxin ndimva esithi
I took a taxi and heard it say
Bengaphum′eTV'n lo
They'd been watching TV
Uthi makuthini?
What do you say?
Pre-chorus
Pre-chorus
Yayazi ndiphelelwa
You know I'm exhausted
Ngamandl'okuqhubeka
But I have the strength to carry on
Atleast yazi kufudemele ekhaya
At least you know it's warm at home
Hayi iyeh!
No, no!
Ndihambile
I've gone
Sohlangana eBhayi
I've come back to Ebhayi
Sobonana eBhayi
I've come to see you in Ebhayi
Hayi iyeh!
No, no!
Ndihambile
I've gone
Sohlangana eBhayi
I've come back to Ebhayi
Sobonana eBhayi
I've come to see you in Ebhayi
Ndamkelekile ekhaya xa ben′bona
I was welcomed home when they saw me
Bathi molo, unjani?
They said hello, how are you?
Ndiright akhonto
I'm fine, thanks
Pre-chorus
Pre-chorus
Yayazi ndiphelelwa
You know I'm exhausted
Ngamandl′okuqhubeka
But I have the strength to carry on
Atleast yazi kufudemele ekhaya
At least you know it's warm at home
Hayi iyeh!
No, no!
Ndihambile
I've gone
Sohlangana eBhayi
I've come back to Ebhayi
Sobonana eBhayi
I've come to see you in Ebhayi
Hayi iyeh!
No, no!
Ndihambile
I've gone
Sohlangana eBhayi
I've come back to Ebhayi
Sobonana eBhayi
I've come to see you in Ebhayi
Eyi thina thina
Oh us us
Thina thina
Us us
Siya-zalana mama
We're going to see our mother
Zum-pepepepe
Zum-pepepepe
Eyi thina thina
Oh us us
Thina thina
Us us
Siya-zalana mama
We're going to see our mother
Zum-pepepepe
Zum-pepepepe
Hayi iyeeh!
No, no!
Ndihambile!
I've gone!
Sohlangana eBhayi
I've come back to Ebhayi
Sobonana eBhayi
I've come to see you in Ebhayi
Hayi iyeeh (hayi iye)
No, no (no, no)
Ndihambile!(ndihambile)
I've gone! (I've gone)
Sohlangana eBhayi (hayi iye)
I've come back to Ebhayi (no, no)
Sobonana eBhayi (hayi)
I've come to see you in Ebhayi (no)
Eyi...
Oh...





Авторы: Ami Faku


Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.