Lusanda Spiritual Group - Bawo Xa Ndilahlekayo - перевод текста песни на немецкий

Bawo Xa Ndilahlekayo - Lusanda Spiritual Groupперевод на немецкий




Bawo Xa Ndilahlekayo
Vater, wenn ich mich verirre
Bawo xandilahlekayo kulo hambo lweli lizwe
Vater, wenn ich mich verirre auf der Reise dieser Welt,
Hlalundifundis ukuthi
lehre mich stets, dass
Mayenzeke intando yakho.
Dein Wille geschehe.
Olu hambo luneengozi
Diese Reise birgt Gefahren,
Olu hambo lunentshaba
diese Reise hat Feinde.
Zezithunywwe nguWe zonke
Sie alle sind von Dir gesandt;
Mayenzek intando yakho
Dein Wille geschehe.
Xenikweni wandihlutha into ebendiyithanda
Wenn Du mir etwas nimmst, das ich liebte,
Ndoba ndibuyisa eyakho
gebe ich Dir zurück, was Dein ist;
Mayenzeke intando yakho
Dein Wille geschehe.
Ndakuhliwa nasisifo
Wenn ich von Krankheit heimgesucht werde
Onkamandla am ahluthwe
oder meine Kraft mir genommen wird,
Ndakuzama bawo ukhuthi
werde ich mich bemühen, Vater, dass
Mayenzeke intando yakho
Dein Wille geschehe.
Yiguqule eyam intando.
Wandle meinen Willen.
Yifanise nay eyakho
Mache ihn Deinem gleich.
Susa konke ukukrokra
Nimm allen Zweifel hinweg;
Mayenzeke intanndo yakho
Dein Wille geschehe.





Авторы: Thomas Mokhati


Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.