Текст песни Mandiluve Ufefe - Lusanda Spiritual Group
Ma
ndiluv'
ufefe
lwakho
O
Nkosi
yam!
Ndibe
lisindiswa
lakho
O
Nkosi
yam!
Zonk'
izoono
maziphele
Inhliziyo
ibe
ngcwale
Yiva,
undithethelele
O
Nkosi
yam!
Ma
ndiluv'
ufefe
lwakho
O
Nkosi
yam!
Ndibe
lisindiswa
lakho
O
Nkosi
yam!
Zonk'
izoono
maziphele
Inhliziyo
ibe
ngcwale
Yiva,
undithethelele
O
Nkosi
yam!
Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.