Текст песни Wazidala - Lusanda Spiritual Group
Wazidala into zonke wena thixo wedwa
Wangancedwa nangubani ukuzenza kwakho
Ezintaba ezimiyo zidaliwe nguwe
Zimi ziqinile zona ngokuzenzwa nguwe
Nalamanzi aselwayo siwanikwe nguwe
Nokukutya sikutyayo sikuphiwe nguwe
Wabadala abantu wena ngokufana nawe
Wabanika into zonke bakwancedwa zizo
Kwaku fika u tshaba lwakho waba hlutha
Zona bakudela wena thixo beva izi lando
Wathukuze basindiswe wenza ngezibele wabaniku nyana wakho .

Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.