8Vowelz - Mhlaba-Lo (feat. Tonic) Lyrics

Lyrics Mhlaba-Lo (feat. Tonic) - 8Vowelz



Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo (Umhlaba)
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo (Umhlaba)
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo (Umhlaba)
Umhlaba-lo
Mhlaba lona ntwana ndithi mina ndyabagcwalisela
Andizenzi omnye umntu ndizenza mna
Ndizama ukphumelela ndiphusha amaphupho wam
Thixo ndiguqile ndithetha nawe musukujonga ecaleni
Umhlaba lona andfuni ukulala ejele
Umhlaba lona phela nam ndiyayifuna imali
K'dala siyizama siyibenzela
Abazali bethu sithi mabasithande ngoba thina nathi syabathanda
Qha ke asiboni xa besifundisa indlela
Thina phela indlela sazi ukba ibuzwa kwabaphambili
Thixo ndithi hlala nam undihkanyisele sendizobhala
Ndigqibe, u-december ndihlukane no-matric
Phela thixo ndiyafuna ukuyeka iskolo nam ndigqibe
Thixo labantwana babheke kum nam ndibheke kuwe
Ndithi nam ndizoba i-role model yomtanakho
Musukuphapha ntwana ndithi umhlaba lona hlukana nam ujongele kum
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo(Umhlaba)
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo (Umhlaba)
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo (Umhlaba)
Umhlaba-lo,
Umhlaba mncane mongaka
Angiphiki ugcwele ngyesaba
Abantu bayona bayanda
Iskhathi sncane kyefana
Ukphila kude mowubala
Wenze into uz'tshele ngeke ubanjwe
Mncane umhlaba mowungaka
Unjengebhola lenyawo
Uwubuke nqo ungesabi
Awudingi k'phangwa uyashaya
Intsimbi ayigobi iyagaya
Usubulele ufuna uk'casha
Ufuna imali ufuna ukntanta
Wone uz'sole udinge umdali
Umoshe impela sbali ang'dlali
Wenze isono ngisho ibhadi
Ngik'ncinza ivari ayikho mnandi
Ngaksasa shleli namajita
Spholile sphuza ubhiya
Ngizwa ngosisi emvakwam
Bethi, "umbulali uzotholwa"
Ngimince umhlathi ugodole
Nhliziyo ishaye ingqongqoze
Ikhale ngamandla ibhoboze
Ngimince impela ngigodole
Angikwaz ukbona ngishoshoze
Phela ng'zobanjwa ngigoloze
Angfun ukulala ngibaliwe
Kungcono ngibale imali
Ng'yasola manje ng'yak'tshela
Ngadwa ngacishe ngaphela
Ngadonsa intshiza ngaz'dela
Ngayibeka ekhanda ngayihlohla
Ngaphuza i-wine ngayiqeda
Ngabona umnyango unyakaza
Ngezwa ngescabha sphusheka
Kwangena amarhata etheleka
Ang'donsa ngebhlukhwe ang'khahlela
Ang'khipha emnyango ang'bhedela
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo(Umhlaba)
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo(Umhlaba)
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo(Umhlaba)
Umhlaba-lo
Angshiya ngilele estoksini
Phela bengidakwe i-wine
Ihlathi, iindonga zidwetshiwe
Kubhenywa ugodo ubhekile
Izinja ziqhunywa zijemile
Ulova ugwazwa ehlomile
Ejele kunzima, bowazi?
Impilo ibuhlungu negazi
Kubanda isbindi nomthambo
Kugoba ithambo nembambo
Kushisa ulimi nomhlathi
K'phakama izithupha nezandla
Uzwe ijaqamba nenkwashu
Phela kyashuba mongazi
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo (Umhlaba)
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo (Umhlaba)
Umhlaba-lo, umhlaba-lo
Umhlaba-lo, umhlaba-lo (Umhlaba)
Umhlaba-lo
Umhlaba
Umhlaba



Writer(s): Tsepo Zulu


8Vowelz - Downloaded-S.A
Album Downloaded-S.A
date of release
28-07-2022




Attention! Feel free to leave feedback.