Simphiwe Dana - Iliwa Lam (Live) Lyrics

Lyrics Iliwa Lam (Live) - Simphiwe Dana



Ezinzulwini zobusuku
Xa lufik' uloyiko lwam
Uyandinika Amandla
Wena uliliwa lam
Andinoyika
Nto uhleli nam
Wena uliliwa lam
Uliliwa lam
Xa ndikhathele
Xa ndoyisiwe
Uliliwa lam Njengoba ndikude ndikude
Ndikucinga njalo uyazi wena sithandwa sam
Asinaxesha eloneleyo
Ndikucinga njalo uyazi wena sithandwa sam
Sowuhlala ungadinwa
Uyintando yam uyazi wena sithandwa sam
Xa undikhumbula
Uzukhumbule
Nguwe kuphel' iliwa lam
()
Uliliwa lam
Xa ndikhathele
Xa ndoyisiwe
Uliliwa lam



Writer(s): Sinethemba Dana


Simphiwe Dana - Live at the Lyric Theatre (Live)
Album Live at the Lyric Theatre (Live)
date of release
29-04-2011




Attention! Feel free to leave feedback.