Synapson feat. Bongeziwe Mabandla - Yise (feat. Bongeziwe Mabandla) Lyrics

Lyrics Yise (feat. Bongeziwe Mabandla) - Synapson , Bongeziwe Mabandla



Xa ndihamba, kwelilizwe
′Bantu bayandibuz'ukuba ndingowaphi
Bathi, "Lona, hay′uzalwa ngubani?"
Andiyaz'ukuba ndiphendule ndithini
Ngoba andiyaz'ukuba, ukuba
Hay′andiyaz′ukuba
Mna ndingubanina
Ndihlel'emawen′ ndilind'ufike
Ufik′undibambe
Ndihlel'emawen′ ndilind'ufike
Ufik'undibambe
Ebusuku, andilali mna
Ndiv′abantu bendibiza ngegama
Bathi mandiwele nami
Andiyaz′ukuba ndiphendule ndithini
Ngoba andiyaz'ukuba, ukuba
Hay′andiyaz'ukuba
Mna ndingubanina
Ndihlel′emawen' ndilind′ufike
Ufik'undibambe
Ndihlel'emawen′ ndilind′ufike
Ufik'undibambe
Ufik′undibambe (undibambe)
Ufik'undibambe (undibambe) heyi
Ufik′undibambe (undibambe)
Ufik'undibambe (undibambe)
Ufik′undibambe (undibambe)
Ufik'undibambe



Writer(s): Synapson


Synapson feat. Bongeziwe Mabandla - Yise (feat. Bongeziwe Mabandla) - Single
Album Yise (feat. Bongeziwe Mabandla) - Single
date of release
24-04-2020




Attention! Feel free to leave feedback.