Vusi Nova feat. 047 - Ewe Lyrics

Lyrics Ewe - 047 , Vusi Nova

Ndenz'isigqibo mna ngathi
Yangathi ayikho intwe ngapheliyo
Andisafuni ubhalingoma ezib'hlungu
Andisafuni, ucula ingoma ezibhlungu, mna no more
This is the hardest thing i ever do
Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena
Mna bendingayaz uthando lunjena
Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena
Mna bendingayaz uthando lunjena
Ndik'nikile lonk'uthando lwam
Ndakunika bal'ulonwabo
Kanti sthandwa sam why undenza njena...
Uymisil'ingqondo its fine
Ubonil'izinto azispani but why, why, why undenza njena
Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena
Mna bendingayaz uthando lunjena
Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena
Mna bendingayaz uthando lunjena
Mna ndicelubuza madoda uthando lunjena? Lona luvela phina nah,
Mna ndicel'ubuza madoda,
Mna ndicel'ubuza madoda uthando lunjani nah? Lona luvela phi nah,
Mna ndicel'ubuza madoda
Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena
Mna bendingayaz uthando lunjena
Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena
Mna bendingayaz uthando lunjena
Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena
Mna bendingayaz uthando lunjena
Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena
Mna bendingayaz uthando lunjena
Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena
Mna bendingayaz uthando lunjena
Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena
Mna bendingayaz uthando lunjena
Till da end

Writer(s): Vusumzi Nongxa, Bongani Mahlaole, Ngcali Nundu, Lihle Baleni, Sihle Mdaka

Vusi Nova feat. 047 - Manyan-nyan
Album Manyan-nyan
date of release
17-08-2018

Attention! Feel free to leave feedback.