Vusi Nova - And' Zanzi Lyrics

Lyrics And' Zanzi - Vusi Nova

Ndidibene nawe izolo, uhamba naye
Yaveli inhliziyo yami yophuka
Ndidibene nawe izolo, hhey uhamba naye
Yona yaveli inhliziyo yami yophuka
Bathi uzenzile akakhalelwa, kodwa andikwazi kukbon' uhamba nom'nye
Sthandwa ndixelele ndenzenjan' ngawe?
Andizazinto (andizazi) ngayintoni ngaphandle kwakho (kwakho)

Mizamo yami iyophelelaphi (mizamo yam, mizamo yam, mizamo yami oh) ngaphandle kwakho

Oh ooh ooh hoo oh oh oh
Abahlobo bami bayandibuza yeah eh hey
Ngabe kuphelile oh manyani? Ndibaphendule ndithini na?
Sthandwa sami ndixakekile sthandwa sami!
Mna ndibhidekile mna yintoni na?
Sthandwa ndixelele ndenzenjan' ngawe?
Andizazinto (andizazi) ngayintoni ngaphandle kwakho (kwakho)
Andizazinto (andizazi) ngayintoni ngaphandle kwakho (kwakho)
Mizamo yami iyophelelaphi (mizamo yam, mizamo yam, mizamo yami oh) ngaphandle kwakho
Mizamo yami iyophelelaphi (mizamo yam, mizamo yam, mizamo yami oh) ngaphandle kwakho
Andizazinto (andizazi) ngayintoni ngaphandle kwakho (kwakho)
Andizazinto (andizazi) ngayintoni ngaphandle kwakho (kwakho)
Mizamo yami iyophelelaphi (mizamo yam, mizamo yam, mizamo yami oh) ngaphandle kwakho
Mizamo yami iyophelelaphi (mizamo yam, mizamo yam, mizamo yami oh) ngaphandle kwakho
Iyeah iyeah eeh andizazi
Andizazinto k'bayinti na ndindedwa
Andizazinto k'bayinti na ndinje nje kuwe baby
Sthandwa ndixelele ndenzenjan' ngawe?

Vusi Nova - Did It for Love
Album Did It for Love
date of release
18-12-2014

Attention! Feel free to leave feedback.