Blanka Mazimela - Phezulu paroles de chanson

paroles de chanson Phezulu - Blanka Mazimela



Xabendibu xabendibuza sengithi andimazi umntu onjengayo
Xabendibuza sengithi andimazi umntu onjengayo
Xabendibuza sengithi andimazi umntu onjengayo
Sengithi andimazi umntu onjengaye
Xabendibuza sengithi andimazi umntu onjengayo
Xabebuza ndizothi andimazi
Ubona inyaniso ebusweni
Uyibon' imsulwa
Jonga lendlela inde kwaye imnyama
Jonga lendlela inamajiko jiko
Jonga lendlela ingakulahli
Eh eh ey
Jonga lendlela ingaku gqithi
Jonga lendlela ihamba abantu
Bona bayaphela kodwa yona inde kwaye imnyama
Ayinasiphela
Jonga phezulu ubon' amafu amhlophe qwa
Jonga phezulu jonga phezulu
Jonga phezulu jonga phezulu
Jonga phezulu
Jonga phezulu ubon' amafu amhlophe qwa
Xabendibuza
Zendithi andimazi umntu onjengaye



Writer(s): Anelisa Blom, Banzi Mazimela


Blanka Mazimela - Get Physical Presents: Africa Gets Physical, Vol. 1 - Mixed by Ryan Murgatroyd



Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.