Bongeziwe Mabandla - Ndokulandela paroles de chanson

paroles de chanson Ndokulandela - Bongeziwe Mabandla



Phambi kwabantu bonke, mna ndiyafunga
Uba bom' endibuphila ndibushiya emva
Lemini isisi'phawulo iyah ndiyazazisa, andisenguye mna lo ndandinguye
Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na
Ndokuhamba ngawe zonke imini zobomi bam
Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na
Ndokuhamba ngawe zonke imini zobomi bam
Nhliziyo yami yonke ndiyibeka phambi kwakho
Andisenawo wona amandla
Ndincede bawo uzundamukele, uyikhombe indlela ukuze ndihambe
Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na
Ndokuhamba ngawe zonke imini zobomi bam
Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na
Ndokuhamba ngawe zonke imini zobomi bam
Izwe lingangijekela
Bantu bangiflathele
Mna andijiki
Ndoku Ndokulandela
Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na
Ndokuhamba ngawe zonke imini zobomi bam



Writer(s): Bongeziwe Sipho Samkelwe Mabandla, Tiago Correia-paulo


Bongeziwe Mabandla - Ndokulandela
Album Ndokulandela
date de sortie
17-03-2017



Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.