Flash Ikumkani - Iyabulela Ilali paroles de chanson

paroles de chanson Iyabulela Ilali - Flash Ikumkani



Yabulela ilali ndaqala ndiseyi dyongo
I never lose hope yabulela ilali
Irap yesixhosa ngoku ise top yabulela ilali
Andisakhali no more ndipushi span oko yabulela ilali
Abahlali bonke phof inginqi zonke
Apho ndihamba khona bonke bathi bayakholwa
Bendi performa eNatala baye bathi baya bonga
Bathi bayandibona nzame zam bayazibona
Akho xesha lohlala abahlali bafuna more
Ndipheki ncasa zodwa ndingu Diba ndingu Zondwa
Ndisezo wina ndisezo nqoba ndisaphila andikazo stopper
Awunoyiba tu le sauce ndiyayi phila lubizo
Ewe ndithethi nyan zodwa ewe ndimeli EC yonke
Ewe ndiqale ndiseyi dyongo ewe ndikhule ndinokholo
Ewe ndikhuliswe ngu gogo ewe Big Hustle yi goat
Ye that's for sure abandixhasayo ndiyababonga
Yabulela ilali ndaqala ndiseyi dyongo
I never lose hope yabulela ilali
Irap yesixhosa ngoku ise top yabulela ilali
Andisakhali no more ndipushi span oko yabulela ilali
Abahlali bonke phof inginqi zonke
Ngoku ndiphili phupho lam ndithe kumama angaxhali
Nyana upushi spani futhi impilo ayisafani
Ngoku ndihamba ndawo ayavuleka ama cango
Futhi unyana bayamazi ndiphakamisi lali ndimeli bali lam
Hayi andilinganisi bani andiyazi ngendingubani
Ndibonga abalandeli bam
Ndisazi khumbula zonki ntsuku ndilala ndingatyanga
Ndisazi khumbula zonki ntsuku ndipusha ndingekho ekhaya
Ndiyazibulela zonke Grootmans eziye zandixhasa
Kraizie, OB, Lebo, Emtee ndingamlibali uStunner
Yabulela ilali ndaqala ndiseyi dyongo
I never lose hope yabulela ilali
Irap yesixhosa ngoku ise top yabulela ilali
Andisakhali no more ndipushi span oko yabulela ilali
Abahlali bonke hhof inginqi zonke



Writer(s): Hlumile Mangoloti, Tinashe Freddy Junior Magidi


Flash Ikumkani - Umbono Wam
Album Umbono Wam
date de sortie
27-05-2022




Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.