Jaziel Brothers - Kumnandi paroles de chanson

paroles de chanson Kumnandi - Jaziel Brothers



Khanimeni ndinibalisele
Yayophukil'intliziyo
(Kungekho namny' ongandixokisa)
Wavel'umntwan ' abantu
Lwavel'usana lwam
Wavel'umnwan' abantu
Kwamnand'ukuthandwa
Sendizocula ndithi ndithi
(Kumnand'ukuthandwa)
Sendizocula ndithi ndithi
(Kumnand' ukuthandwa)
I've been waiting, waiting waiting for a day like this
I've been waiting, waiting waiting
(Kumnand'ukuthandwa)
Ndandingo ncamileyo
Ndikhalel'okwadlulayo
Iphukil' ifil' intliziyo
(Kungekho namny'ongandixokisa)
Kodwaa...
Wavel'umntwan'bantu (mntwan'abantu)
Lwavel' usana lwam
Wavel'umntwan'bantu
Kwamnand'ukuthandwa
Sendizocula ndithi ndithi
Kumnand ukuthandwa ×2
I've been waiting waiting waiting
For a day like this
I've been waiting waiting waiting
Kwamnand ukuthandwa
Sendzocula ngithi ngithi
Kumnand ukuthandwa
I've been waiting waiting waiting
For a day like this
I've been waiting waiting waiting
Kumnand ukuthandwa




Jaziel Brothers - Out of the Box
Album Out of the Box
date de sortie
05-08-2016




Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.