Vusi Nova - Wena paroles de chanson

paroles de chanson Wena - Vusi Nova



Ndingaqala ngaphi?
Mna xa ndithetha ngawe mntu wam
Ubumele lobubi
Wena wandithanda unconditionally
That's why ndithanda wena (s'thandwa sam)
Oh'ho ndifuna wena (lovey wam)
Oh'ho ndithanda wena (s'thandwa sam)
Oh'ho ndifuna wena (lovey wam)
Ngaphandle kwankho baby kucacil' impil' andiy'boni
Ngoba baby baby baby mina ngawe lovey nd'zfela, manyani
Sunxama ndivumele ndikhuph' okuphakathi apha kum
Mina nawe ngamathe nolwimi
Oh'ho ndithanda wena (s'thandwa sam)
Oh'ho ndifuna wena (lovey wam)
Oh'ho ndithanda wena (s'thandwa sam)
Oh'ho ndifuna wena (lovey wam)
Oh'ho ndithanda wena (s'thandwa sam)
Baby ndifuna wena (lovey wam)
Oh'ho ndithanda wena (s'thandwa sam)
Oh'ho ndifuna wena baby (lovey wam)
Yeyi ndithi ndithanda wena (s'thandwa sam)
Oh'ho ndifuna wena (lovey wam)
Oh'ho ndithanda wena (s'thandwa sam)
Oh'ho ndifuna wena (lovey wam)



Writer(s): Vusumzi Nongxa


Vusi Nova - Ngumama
Album Ngumama
date de sortie
29-01-2021




Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.