Jaziel Brothers - Xayendibiza текст песни

Текст песни Xayendibiza - Jaziel Brothers



Uchul'ukunyathela xa ehamba
Athethe kamnandi xa ethetha
Ngokabani na lo?
Ngowaphi na lo?
Khanimjongeni heeh
Khanimbukeni!
Uyathandeka! heeeh
Ngokabani yena lona?
Xayendibiza kubamnandi
Xayendibiza kubamnandi
Xayendibiza kubamnandi
Ngokabani yena lona!
Ndogcina ndimxelel'uba mna ndiyamthanda
Ndogcina ndimxelel'uba mna ndiyamfuna
Ngoba xayendibiza kubamnandi
Ngokabani yena lona?!
Inga ndingathetha nabahlobo bam nabakithi
Okanye ndicele umalume andibuzele
Ngokabani nalona?
Ngowaphi nalona?
Khanimjongeni eey
Ndithi khanimbukeni
Oh! Uyathandeka
Aww ngokabani yena lona?!
Xayendibiza kubamnandi
Xayendibiza kubamnandi
Xayendibiza kubamnandi
Ngokabani yena lona?
Ndogcina ndimxelel'uba mna ndiyamthanda
Ndogcina ndimxelel'uba mna ndiyamfuna
Xayendibiza kubamnandi
Ngokabani nalona?
Ngowaphi nalona?
Ndogcina ndimxelele
Ndimthanda xayethi Bhuti
Und'chaza xayethi mntakwethu
Aww! Ngokabani nalona?
Xayendibiza kubamnandi
Xayendibiza kubamnandi
Xayendibiza kubamnandi
Ngokabani yena lona?
Ndogcina ndimxelel'uba mna ndiyamthanda
Ndigcina ndimxelel'uba mna ndiyamfuna
Xayendibiza kubamnandi
Ngokabani nalona?




Jaziel Brothers - Out of the Box
Альбом Out of the Box
дата релиза
05-08-2016




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.