Joyous Celebration - Uthando Lwami (Live) текст песни

Текст песни Uthando Lwami (Live) - Joyous Celebration



Xeshelide ngidukile
Kumnyama osizini
Zinyembezi inhlupheko
Uthando lwami luphelile
Nceda bawo, nceda Nkosi
Zinyembezi zeminyaka
Umphefumlo ulambele
Inhliziyo ikomele
Uthando lwami lukwanele
Inceba yam zithathele
Sondela kumi ndingu Thixo
Wenyaniso
Uthando lwami lukwanele
Inceba yam zithathele
Sondela kumi ndingu Thixo
Wenyaniso
Nceda Nkosi, nceda
Umphefumlo ukomele
Inhliziyo ilamble
Kanye nomphefumlo womile baba
Ka dilemolemo
Ke lahlehile
Ho lefifi masisapelo
Moya waka o lapilile
Uthando lwam luphelile
Uthando lwami lukwanele
Inceba yam zithathele
Sondela kumi ndingu Thixo
Wenyaniso
Uthando lwami lukwanele
Inceba yam zithathele
Sondela kumi (Sondela Sondela) ndingu thixo ndingu Thixo
Wenyaniso wenyaniso
Uthando lwami lukwanele
Inceba yam zithathele
Sondela kumi ndingu Thixo
Ngisondela Kuwe
Ngisondeze Nkosi yam
Draw me near to you
Coz I need you Jesus
Every minute
Every second
Every hour
Always Jesus
Just be the air I breathe
I need you Jesus
I need you Lord
Ngisondeze duze Nkosi yam
Lapho wavela khona
Ngisondeze duze Nkosi yam
Kuwe Nkosi Kuphela
Ngisondeze duze Nkosi yam
Lapho wavela khona
Ngisondeze duze Nkosi yam
Kuwe Nkosi Kuphela



Авторы: Goodman Hlongwane, Mthunzi Namba


Joyous Celebration - Rewind 2 (Live At Monte Casino)
Альбом Rewind 2 (Live At Monte Casino)
дата релиза
06-11-2015




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.