Simphiwe Dana - Ndiminawe (Live) текст песни

Текст песни Ndiminawe (Live) - Simphiwe Dana



Sifun' ukujabula
Maqhawe
Sifun' ukujabula
Bambaneni maqhawe bambaneni
Xa umhlaba
Jikeleza
Ndimi nawe
Xa amehlo
Ephenduk' itye
Ndimi nawe
Xa ubumnyama sebufikile
Ndimi nawe
Nawe he e e he e e
Mahla ndinyuka
Phantsi phezulu
Hamba nawe
Wandenz' iqhawe
Ngobukho bakho
Ndithanda wena
Sobabini
Thina sobabini
Sesihlezi phezu
Kwemithwalo yethu
Ha ha ha
Ha ha hahahahayi
He
(Aphin' amaqhawe)
Thina sesifuna ukujabula
Aph' amaqhawe
Mntwan' elanga
Hayi
Uyinkazimulo yhe
Buso belanga
Hayi
Uyinkazimulo
Emphefumlweni
Uyinkazimulo



Авторы: Sinethemba Dana


Simphiwe Dana - Celebrating Ten Years Live At the Bassline
Альбом Celebrating Ten Years Live At the Bassline
дата релиза
18-03-2016




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.