Zahara feat. Georgy - Incwad'encane текст песни

Текст песни Incwad'encane - Zahara feat. Georgy



Ngeny'imini ndathi ndivuka ndabona incwadi encane,
Ndabona ayiveli kumama lena
Xa ibingumama ngeyethe dear sana lwam
Ndaqhubeka mna ndafunda
Ndifund'incwadi encane
Ithi andazi ndobuya nini na
Ndisathath'uhambo lwam
Ndizokhangela phi na
Mna ndifun'ubonisthandwa sam
Ndizobuza kubanina
Mna ndifun'ubona isthandwa sam...
Ngeny'imini ndathi ndivuka ndabona incwadi encane,
Ndabona ayiveli kumama lena
Xa ibingumama ngeyethe dear sana lwam
Ndaqhubeka mna ndafunda
Ndifund'incwadi encane
Ithi andazi ndobuya nini na
Ndisathath'uhambo lwam
Ndizokhangela phi na
Mna ndifun'ubonisthandwa sam
Ndizobuza kubanina
Mna ndifun'ubona isthandwa sam...
Ndavhunza, ndavhunza...
Ndavhunza akaendepiko
Hona mudiwa wangu
Mudiwa wangu wepamoyo
Dzoka zvaaaako.
Akaende piko
Moyo wangu unorwadza.
Ndikakufunga.
Misodzi yobuda.
Hoo yobuda
Mudiwawangu dzoka iwe
Ndichakurinda
Ndati dzoka zvaaaaako!
Ndizokhangela phi na
Mna ndifun'ubonisthandwa sam
Ndizobuza kubanina
Mna ndifun'ubona isthandwa sam...
Ndizokhangela phi na
Mna ndifun'ubonisthandwa sam
Ndizobuza kubanina
Mna ndifun'ubona isthandwa sam...




Zahara feat. Georgy - Loliwe
Альбом Loliwe
дата релиза
26-08-2011



Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.