Songtexte




Sixolele Jehova
Sixolele sonile,(baba)
Sixolele mdali woxolo.
Sixolele moy'oyingcwele,sixolelele naw I
Sixolele (baba),sonile
Sixolele (sixolele) mdali woxolo.
Lalela Jehova, Lalela ukukhala kwethu sonke.×3
Siphe amandla, siphe icebo lokusaphula ebubini .×4



Autor(en): Rr



Attention! Feel free to leave feedback.
Wird geladen
Wird geladen