Berita - Nguwe Wedwa Songtexte

Songtexte Nguwe Wedwa - Berita




Oh, nguwe wedwa
Sthandwa sami, nana wami yiza ndikuhlebele
Intliziyo yami yeyakho, uyonwabisile
Nguwe wedwa, nguwe wedwa ilitha le ntliziyo yam
Nguwe wedwa, nguwe wedwa, awuzange wandikhohlisa
Nguwe wedwa, nguwe wedwa endimthandayo
Nguwe wedwa, nguwe wedwa, awuzange wandilibazisa
Sthandwa sami thatha nal′ uthando lwami, ngolwakho
Khululeka, hamba nam ndawo zonke, ndingowakho
Baby wami, muntu wami andifuni no'va ngawe
Akho ntab′ endingenoynyuka, akho mlambo endingenowuwela
Ukude ndonelise intliziyo yakho.
Nguwe wedwa, nguwe wedwa ilitha le ntliziyo yam
Nguwe wedwa, nguwe wedwa, awuzange wandikhohlisa
Nguwe wedwa, nguwe wedwa endimthandayo
Nguwe wedwa, nguwe wedwa, awuzange wandilibazisa
Sthandwa sami thatha nal' uthando lwami, ngolwakho
Khululeka, hamba nam ndawo zonke, ndingowakho
Nguwe wedwa nguwe wedwa x4
Sthandwa sami thatha nal' uthando lwami, ngolwakho
Khululeka hamba nami ndawo zonke, ndingowakho
Sthandwa sami hamba nami ndawo zonke



Autor(en): Mojalefa Thebe, Gugulethu Khumalo


Berita - Nguwe Wedwa
Album Nguwe Wedwa
Veröffentlichungsdatum
22-07-2016




Attention! Feel free to leave feedback.