Bongeziwe Mabandla - zange Songtexte

Songtexte zange - Bongeziwe Mabandla




Ekuqaleni kwakunzima ukuk'xelela
Kodwa emva kwexesha ndaqonda ukuba ndizincame
Wayinciba yonke intliziyo yami
Xa undixelela ukuba nawe uyandithanda
Zange, zange, zange ndaphinde ndafana
Ndaba ngomunye umuntu ukusukela oko
Zange, zange, zange ndaphinde ndafana
Ndaba ngomuny' umuntu ukusukela oko
Hlale ndiyicinga
Hlale ndiyicinga
Hlale ndiyicinga
Hlale ndiyicinga
Hlale ndiyicinga
Phambi kok'ba ufike
Ndandingayazi ukuba ndothini
Ngoba ndandinesidingo isidingo sothando
Ndayangwa nguwe, mna ndade ndaphila
Khona undibonisa ukuba nyani uyandithanda
Zange, zange, zange ndaphinde ndafana
Ndaba ngomunye umuntu ukusukela oko
Zange, zange, zange ndaphinde ndafana
Ndaba ngomuny' umuntu ukusukela oko
Hlale ndiyicinga
Hlale ndiyicinga
Hlale ndiyicinga
Hlale ndiyicinga
Hlale ndiyicinga



Autor(en): Bongeziwe Sipho Samkelwe Mabandla, Tiago Correia-paulo


Bongeziwe Mabandla - Zange
Album Zange
Veröffentlichungsdatum
21-06-2019

1 zange




Attention! Feel free to leave feedback.