Brenda Mtambo - Ixesha Lami Songtexte

Songtexte Ixesha Lami - Brenda Mtambo




Ndikhelela ixesha lami,
Oo oh! Amandla ami,
Nakho konke ukwenza kwami,
Oo oh! Uthando lwami,
Nayo yonke imizamo yami,
Oo oh! Ixesha lami,
Sobe sobe ndiphinde
Ndikhalela amandla ami,
Oo oh! Imizamo yami,
Nalo lonke uthando lwami,
Oo oh! Isikhathi sami,
Thando lona leli liyajikajika,
Sondo lona leli liyajikajika,
Sobe sobe ndiphinde



Autor(en): Brenda Buselaphi Mtambo



Attention! Feel free to leave feedback.