Ntsika - Suka Songtexte

Songtexte Suka - Ntsika




Suka phambi kwami
Suka baby
Suka phambi kwami
Suka baby (oooh)
Yeyi, Yeyi, yeyi,
Suka phambi kwami
Suka phambi kwami
Xa uhlel'aph'ecaleni kwam
Ndiza'vukwa yimilingo kuqine eziny'izinto
Baby Suka
Okoko undibambe ubusuku bonke
Uman'undihlupha
Ngezo zandla ezintofontofo uyandihlupha
Sukundijonga kanjalo
Undivus'imilingo xa undijonga kanjalo
Suk'undithinta kanjalo
Kuqun'izinto
Baby Suka
Okoko undibambe ubusuku bonke
Uman'undihlupha
Ngezo zandla ezintofontofo uyandihlupha
Sukundijonga kanjalo
Undivus'imilingo xa undijonga kanjalo
Suk'undithinta kanjalo
Kuqun'izinto
Suka phambi kwami
Suka phambi kwami
Xa uhlel'aph'ecaleni kwam
Ndiza'vukwa yimilingo kuqine eziny'izinto
Suka phambi kwami
Ndiza'vukwa yimilingo kuqine
Baby Suka
Okoko undibambe ubusuku bonke
Uman'undishuka
Undishukashuka hayi baby ndicel'ukuvuka
Nyani ndicel'ukuvuka
Suk'uman'undiphuza
Suk'uman'undijonga kanjalo ndiyak'khuza
Baby maan suka suka
Baby Suka
Okoko undibambe ubusuku bonke
Uman'undishuka
Undishukashuka hayi baby ndicel'ukuvuka
Nyani ndicel'ukuvuka
Suk'uman'undiphuza
Suk'uman'undijonga kanjalo ndiyak'khuza
Baby maan suka suka
Suka phambi kwami
Suka phambi kwami
Xa uhlel'aph'ecaleni kwam
Ndiza'vukwa yimilingo kuqine eziny'izinto
Suka phambi kwami (Suka)
Ndiza'vukwa yimilingo kuqine eziny'izinto
Ndiza'vukwa yimilingo kuqin'eziny'izinto



Autor(en): Ntsika Fana Ngxanga


Ntsika - I Write What I Dream
Album I Write What I Dream
Veröffentlichungsdatum
08-03-2019




Attention! Feel free to leave feedback.