Vusi Nova - Ngoku Songtexte

Songtexte Ngoku - Vusi Nova




Kutheni ndinjena?
Kutheni ndiziva oluhlobo?
Uthando olunjena, without you andikwazi ukuphila
Usi-sthandwa sam, ungumuntu wam
Cel' uhlale nam naphakade, ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho-ooh
Ndicela undithande ngoku, nangomso naphakade
Uzungandishiyi, ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho-ooh
Ndicela undithande ngoku, nangomso naphakade
Uzungandishiyi, ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho
Uzungashiyi xandikudinga, ngoba imizamo yam yonke
Ndiyenzela wena, noma uqhude lufika uzungandiyeki
Wena uzuqine uyiqonde ukuba ndingowakho-ooh
Mmm mmm mmm
Ndicela undithande ngoku
Nangomso naphakade uzungandishiyi
Ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho-ooh
Ndicela undithande ngoku
Nangomso naphakade uzungungandishiyi
Ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho-ooh
Ndicela undithande ngoku
Nangomso naphakade uzungungandishiyi
Ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho-ooh
Ndicela undithande ngoku
Nangomso naphakade uzungungandishiyi
Ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho-ooh



Autor(en): Vusumzi Nongxa, Bongani Mahlaole, Ngcali Nundu, Lihle Baleni, Sihle Mdaka


Vusi Nova - Manyan-nyan
Album Manyan-nyan
Veröffentlichungsdatum
17-08-2018




Attention! Feel free to leave feedback.