Vuyo Mokoena - Melusi Wami Songtexte

Songtexte Melusi Wami - Vuyo Mokoena




Baba wena unguye melusi wam X2
Kwezi zaqwithi moya wam uyavumbuza funa leyo ndawo khona
Ntliziyo yam funa wena mphefumlo wam langazelela wena mongameli wam
Baba wena ungumelusi
Wena ungongameli
Dwala laphakade wena unguye melusi wam
Nguye wayizolo sesenguye namanje ungumelusi wam
Kwezi zaqhwithi moya wam uyavumbuza funa leyo ndawo khona
The end



Autor(en): Vuyo Mokoena



Attention! Feel free to leave feedback.