Lyrics Thixo Ulilanga Lethu - Amadodana Ase Wesile
Thixo
ulilanga
lethu
(God
is
our
sun)
Uyakhanya
phezu
kwethu,
(You
shines
upon
us,)
Umphefumlo
ungabona
(The
soul
can
see)
Apho
uhambela
khona.
(Where
it
should
go.)
Thixo
ulikhaka
lethu
(God,
You
are
our
shield)
Asoyik'
iintshaba
zethu;
(We
will
not
be
afraid
of
our
enemies;)
Zonke
ziya
songwa
nguwe,
(All
are
wrapped
up
by
You,)
Soza
ngokonwaba
kuwe.
(We
approach
You
with
joy.)
Wosiphatha
ngobubele,
(You
will
be
kind
to
us),
Wosinika
ubungcwele;
(You
will
give
us
holiness);
Wopha
abakukhonzayo
(You
will
give
those
who
serve
you)
Okuthamsanqelekayo.
(That
which
is
blessing.)
Ithamsanqa
elikhulu
(A
great
blessing)
Ithamsanqa
elezulu
(Blessing
from
heaven)
Likho
kothembayo
kuwe;
(Is
available
for
him
who
trusts
in
You);
Ngokuba
ethandwa
nguwe
(Because
he
is
loved
by
You)
Amen
(Amen)
Attention! Feel free to leave feedback.