Amadodana Ase Wesile - Una Bantu Bako Thixo Lyrics

Lyrics Una Bantu Bako Thixo - Amadodana Ase Wesile




Unabantu bakho, thixotropic,
Ngamaxesha onke;
Ubagcina, ubancede;
Eendaweni zonke.
Bakuwela imilambo,
Uba nabo wena;
Bakutshiswa ngemililo,
Uba nabo wena.
Apho batshutshiswa khona,
Bomelezwa nguWe;
Nasemagamncweni, Thixo,
Bagciniwe nguWe.
Bakhangela kuWe, nkosi,
Aabo bantu bakho;
Babulela, bakuthembe,
Aabo bantu bakho.
Amen.



Writer(s): public domain



Attention! Feel free to leave feedback.
//}