Lyrics zange - Bongeziwe Mabandla
Ekuqaleni
kwakunzima
ukuk'xelela
Kodwa
emva
kwexesha
ndaqonda
ukuba
ndizincame
Wayinciba
yonke
intliziyo
yami
Xa
undixelela
ukuba
nawe
uyandithanda
Zange,
zange,
zange
ndaphinde
ndafana
Ndaba
ngomunye
umuntu
ukusukela
oko
Zange,
zange,
zange
ndaphinde
ndafana
Ndaba
ngomuny'
umuntu
ukusukela
oko
Hlale
ndiyicinga
Hlale
ndiyicinga
Hlale
ndiyicinga
Hlale
ndiyicinga
Hlale
ndiyicinga
Phambi
kok'ba
ufike
Ndandingayazi
ukuba
ndothini
Ngoba
ndandinesidingo
isidingo
sothando
Ndayangwa
nguwe,
mna
ndade
ndaphila
Khona
undibonisa
ukuba
nyani
uyandithanda
Zange,
zange,
zange
ndaphinde
ndafana
Ndaba
ngomunye
umuntu
ukusukela
oko
Zange,
zange,
zange
ndaphinde
ndafana
Ndaba
ngomuny'
umuntu
ukusukela
oko
Hlale
ndiyicinga
Hlale
ndiyicinga
Hlale
ndiyicinga
Hlale
ndiyicinga
Hlale
ndiyicinga
Attention! Feel free to leave feedback.