Lyrics Mayenzeke - Jaziel Brothers
Uyeeyeyeh
Uyeeyeyeh
Imizamo
yam
Ayindisebenzelanga
Nazingcinga
zam
Azindi
sebenzelanga
Nguwe
wedw
'owaziyo
Nguwe
wedw
'owaziyo
Oooh
hoooh
Mayenzeke
intando
yakho
Bawo
Mayenzeke
intando
yakho
Somandla
Eyamingqondo
iyandohlula
Obam
ubunina
buyandidanisa
Abahlobo
bam
Abandisebenzelanga
Nokuqonda
kwam
akusebenzanga
Andazi,
nguwe
wedw
'owaziyo
Nguwe
wedw
'owaziyo
Oooh
oooh
Mayenzeke
intando
yakho
Bawo
Mayenzeke
intando
yakho
Somandla
Eyamingqondo
iyandohlula
Obam
'ubunina
buyandidanisa
Mayenzeke
intando
yakho
Bawo
Mayenzeke
intando
yakho
Somandla
Eyamingqondo
iyandohlula
Obamu
bunina
buyandidanisa
Uyeeyeyeh,
Uyeeyeyeh,
Uyeeyeyeh,
Uyeeyeyeh,
Mayenzeke,
intando
yakho
Bawo
Mayenzeke,
intando
yakho
Somandla
Eyamingqondo
iyandohlula
Obamu
bunina
buyandidanisa
Mayenzeke
intando
yakho
Bawo
Mayenzeke
intando
yakho
Somandla
Eyamingqondo
iyandohlula
Obamu
bunina
buyandidanisa
Uyeeyeyeh
Uyeeyeyeh
1 Kumnandi
2 My Baby
3 Give Me Some Love
4 I Wonder
5 Myekeni Lo
6 Inga Singabambana
7 He Reigns
8 Tribute to Mandela
9 Xayendibiza
10 Ndidiniwe
11 Mayenzeke
12 Ndihamba Naye
13 Say Yes
14 Ndinike Indawo
15 Why
Attention! Feel free to leave feedback.