Lyrics and translation Lusanda Spiritual Group - Mandihambe Nawe Jesu
Добавлять перевод могут только зарегистрированные пользователи.
Mandihambe Nawe Jesu
Mandihambe Nawe Jesu
Mandihambe
nawe
Yesu
Let
me
go
with
you,
Jesus
Kuzo
zonk'indlela
zam
On
all
my
paths
Izwi
Lakho
(izwi
Lakho
mandilive
lonk'ixesha
Nkosi
yam)
Your
word
(let
your
word
always
guide
me
my
Lord)
Ungoyiki
(ungoyiki
mphefumlo
wam
yondikaphi
Nkosi
yam)
Do
not
be
afraid
(do
not
be
afraid
my
soul
wherever
I
may
be
my
Lord)
Ndoyanayo
ndoyanayo
ndingaphiki
ithi
yiza
emva
kwam
I
choose,
I
choose,
I
do
not
deny,
I
follow
Mandihambe
(mandihambe
nawe
Yesu
zulwandis'
ukholo
lwam)
Let
me
go
(I
will
go
with
you,
Jesus,
increase
my
faith)
Ndonwabile
(ndonwabil
imini
yonke
xa
ukhoyo
Nkosi
yam)
I
am
happy
(I
am
happy
all
day
when
you
are
with
me
my
Lord)
Ungoyiki
ungoyiki
mphefumlo
wam
yondikhaphi
Nkosi
yam
ndoyanayo
ndingaphiki
ithi
yiza
emva
kwam
Do
not
be
afraid,
do
not
be
afraid
my
soul
wherever
I
may
be
my
Lord
I
follow,
I
do
not
deny
come
after
me
Mandihambe
mandihambe
nawe
Yesu
uzoyisi
ntshaba
zam
unamandla
andinawo
lawula
lawula
Nkosi
yam
Let
me
go,
let
me
go
with
you,
Jesus,
you
will
overcome
my
enemies,
you
have
the
power
I
do
not,
rule,
rule
my
Lord
Ungoyiki
mphefumlo
wam
yondikhaphi
Nkosi
yam
ndoya
nayo
ndingaphiki
ithi
yiza
emva
kwam
Do
not
be
afraid
my
soul
wherever
I
may
be
my
Lord
I
follow
you,
I
do
not
deny,
come
after
me
Mandihlale
mandihlale
nawe
Yesu
kwaku
fik'ukufa
kwam
zundamkele
ezulwini
ndiye
kuwe
Nkosi
yam
Let
me
stay,
let
me
stay
with
you
Jesus,
when
my
death
arrives
welcome
me
to
heaven
I
come
to
you
my
Lord
Ungoyiki
ungoyiki
mphefumlo
wam
yondikhaphi
Nkosi
yami
ndoya
nayo
ndingaphiki
ithi
yiza
emva
kwam
Do
not
be
afraid,
do
not
be
afraid
my
soul
wherever
I
may
be
my
Lord
I
follow
you,
I
do
not
deny,
come
after
me
Ungoyiki
ungoyiki
mphefumlo
wam
yondikhaphi
Nkosi
yam
ndoya
ndingaphiki
ithi
yiza
emva
kwam
Do
not
be
afraid,
do
not
be
afraid
my
soul
wherever
I
may
be
my
Lord
I
follow,
I
do
not
deny,
come
after
me
Rate the translation
Only registered users can rate translations.
Writer(s): Lusanda Perseverance Mcinga
Attention! Feel free to leave feedback.