Lyrics Bawo Xa Ndilahlekayo - Lusanda Spiritual Group
Bawo
xandilahlekayo
kulo
hambo
lweli
lizwe
Hlalundifundis
ukuthi
Mayenzeke
intando
yakho.
Olu
hambo
luneengozi
Olu
hambo
lunentshaba
Zezithunywwe
nguWe
zonke
Mayenzek
intando
yakho
Xenikweni
wandihlutha
into
ebendiyithanda
Ndoba
ndibuyisa
eyakho
Mayenzeke
intando
yakho
Ndakuhliwa
nasisifo
Onkamandla
am
ahluthwe
Ndakuzama
bawo
ukhuthi
Mayenzeke
intando
yakho
Yiguqule
eyam
intando.
Yifanise
nay
eyakho
Susa
konke
ukukrokra
Mayenzeke
intanndo
yakho
1 Abanye Bayawela
2 Umoya Wenkosi
3 Ubuhle
4 Kanye Nawe Nkosi Yami
5 Nyathela Kancane
6 Banthi Bayamazi
7 He Is My Sheperd
8 Sebekhala
9 Ndiya Kulangazelela
10 Bayete Ngonyama
11 Nkosi Yam Ubundithanda
12 Wakrazulwa
13 Woza Mmeli
14 Bawo Xa Ndilahlekayo
15 Sinelizwe
16 Emnqamlezweni
17 Igama Lenkosi
Attention! Feel free to leave feedback.