Lyrics Loli - Vusi Nova feat. Ntando Bangane
Loli
lovie
wam
Yintoni
undenza
nje
mna
Oh
bendithi
ungowam
Nam
ndingowakho
Ngicel'
ungandishiyi
themba
lam
Loli
baby
wam
Kutheni
ingathi
ufun'
ukuchaza
abantu
Kubo
bonke
ndikukhethile
mna
Ndithi
nawe
baby
wam
iba
nam
Baby
nawe
uyazi
makukuhle
Abantu
bathand'
ukufak'
unyawo
Bohlala
bano
mona
Wena
ungowam
mna
baby
Oh
uthandwa
ndim
yeah
Loli
yeah
Loli
lovie
wam
Yintoni
undenza
nje
mna
Bendithi
ungowam
Nam
ndingowakho
Ngicel'
ungandishiyi
themba
lam
Loli
lovie
wam
Yintoni
undenza
nje
mna
Bendithi
ungowam
Nam
ndingowakho
Ngicel'
ungandishiyi
themba
lam
Yaw
ndiba
nesthukuthezi
xa
ungekho
phambi
kwam
(phambi
kwam)
Qiniseka
ntombi
ulubambo
lwam
(ulubambo
lwam)
Nzakunika
lonke
ntombazana
uthando
lwam
Nzakunika
zonke
ntonbazana
izinto
zam
Izinto
zam
zonke
ntombi
zinge
zakho
Ntombi
abangathini
ntombazana
ndingowakho
Uthandwa
ndim
uLoli
uthandwa
ndim
lo
Sthandwa
nguwe
sibonisane
Kuba
uvele
uqoqe
uhambe
Kanti
kutheni
ungandibuzi
Wakholwa
abantu
he
he
Loli
lovie
wam
Yintoni
undenza
nje
mna
Bendithi
ungowam
Nam
ndingowakho
Ngicel'
ungandishiyi
themba
lam
Loli
lovie
wam
Yintoni
undenza
nje
mna
Bendithi
ungowam
Nam
ndingowakho
Ngicel'
ungandishiyi
themba
lam
Loli
lovie

1 Nkosi Sihlangene
2 Intliziyo
3 Ndizakulinda
4 Manyan-Nyan
5 Usezondibona
6 Zungandithembi
7 Ewe
8 Loli
9 Never Balunge
10 Ngoku
11 Gone Too Soon
12 As'phelelanga
Attention! Feel free to leave feedback.