paroles de chanson Bathi Mandiqinise - 8Vowelz
Bathi
mandiqinise
ndithi
okay
Bathi
mandiqinise
ndithi
okay
Bafuna
ndirephe
ngesXhosa,
mna
andifun
Bafuna
ndirephe
ngesXhosa,
mna
andifun
Bathi
mandirephe
ngesXhosa,
ndithi
okay
Bathi
mandirephe
ngesXhosa,
ndithi
okay
Bathi
mandiqinise
ndithi
okay
Bathi
mandiqinise
ndithi
okay
Sebeqalile
bayandibuza,
ndikhupha
nini?
Bafuna
ndidedele
eny'
i-track,
bayandikhuthaza
Kalok
ndyathandeka
ndyayaz
eyonto
Enyinto
kuthandwa
lamagama
ndiwatsho
kule
mic
Ndinike
ipeni
nephepha
kalok
ndintswempu
Ndyayitshintsha
i-flow
ndivakale
ngathi
ngu
Akalicious
Ndigqibe
ndibize
ndicikoze
amagama
ngesiXhosa
ngath
ngu
Ifani
Kalok
andfan
nalamakhwenkwe
amamela
u
Nyovest
agqibe
azenze
u
69
Kalok
mna
ndizenza
u
Tech
N9ne
Ndirepha
ndikhawule
ndishebeleze
ndicacice
ukuba
I'm
good,
special
and
awesome
Ndyanaz
kalok
nizophinde
nixakeke
ukuba
ndithin
Ndithi
mna
ukuba
bekthiwa
i-rap
i-juice
eyam
emnandi
Ukuba
kuyangam
ngabe
ndinabantwana
Yeni
ubuxoki
obungaka
ndihlutshwa
indlala
ndiyilambele(iwewe)
Ukulala
ndodwa
ndityiwe
zinconconi
kuyingxaki
Kodwa
ke
good
news
umntu
wan
useyakwaz
endlin
Andithi
baby?
Hopefully
umamele
uyayiva
lengoma
Bathi
mandiqinise
ndithi
okay
Bathi
mandiqinise
ndithi
okay
Bafuna
ndirephe
ngesXhosa,
mna
andifun
Bafuna
ndirephe
ngesXhosa,
mna
andifun
Bathi
mandirephe
ngesXhosa,
ndithi
okay
Bathi
mandirephe
ngesXhosa,
ndithi
okay
Bathi
mandiqinise
ndithi
okay
Bathi
mandiqinise
ndithi
okay
Ndihluthi
kakhulu
andikwaz
kubamba
moya
Funeka
ndilambe
ukuze
ndizokhumbula
ukba
ndifuna
nton
Ndizoyichola
ndiyitye
nabani
phantse
ndalibala
Baby
ndicela
uhlisele
umkhaba
awukho
sexy
noba
uzomamela
xa
ndisitsho
emvakwale
Mic
Mna
ndisazoba
ile-Hulk
oyifunayo
Unga-worry
Oh
yeah
into
endiyifunayo
impumelelo
Mandihlale
edesikeni
ndimotsh'
ink
oku
kwezinyanga
zilitshumi
zitshiyekileyo
Xa
ndigqiba
ke
ndizothatha
le-mic
ndidlwengule
amagama
futhi
ndizoyibamba
iqine
Ukuze
ingaphuncuki
Bathi
mandiqinise,
ndithi
okay
Bathi
mandiqinise,
ndithi
okay
Bathi
mandiqinise
ndithi
okay
Bathi
mandiqinise
ndithi
okay
Bafuna
ndirephe
ngesXhosa,
mna
andifun
Bafuna
ndirephe
ngesXhosa,
mna
andifun
Bathi
mandirephe
ngesXhosa,
ndithi
okay
Bathi
mandirephe
ngesXhosa,
ndithi
okay
Bathi
mandiqinise
ndithi
okay
Bathi
mandiqinise
ndithi
okay
1 School+Work Freestyle (skit)
2 Zero
3 Gqom Lovers
4 Bathi Mandiqinise
5 Akekho Ondithandayo
6 Mhlaba-Lo (feat. Tonic)
7 Ndisigqibile Iskolo
8 M.M.O (original)
9 Crying
10 Demons
11 On the Streets (feat. Naughty Kid)
12 Please Come Here
13 Don't Lose it
14 Low Life
15 I'LL Be Big
16 Addicted
17 I Need You to Listen
Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.