Amadodana Ase Wesile - Hlala Nami Litshon' Ilanga paroles de chanson

paroles de chanson Hlala Nami Litshon' Ilanga - Amadodana Ase Wesile




Hlala nami Litshonil ilanga
Ubusuku bufikile
Hlala nami Litshonil ilanga
Ubusuku bufikile
Ma ndingasali ndingenamncedi
Ndifuna uncedo ngokuhlala nam
Ma ndingasali ndingenamncedi
Ndifuna uncedo ngokuhlala nam
Hlala nami Litshonil ilanga
Ubusuku bufikile
Hlala nami Litshonil ilanga
Ubusuku bufikile
Ma ndingasali ndingenamncedi
Ndenzel uncedo ngokuhlala nam
Ma ndingasali ndingenamncedi
Ndenzel uncedo ngokuhlala nam
Mama mama mama mama
Mama mama mama mama
Mama mama mama mama
Mama mama mama mama
Ma ndingasali ndingenamncedi
Ndenzel uncedo ngokuhlala nam
Ma ndingasali ndingenamncedi
Ndenzel uncedo ngokuhlala nam
Mama mama mama mama
Mama mama mama mama
Mama mama mama mama
Mama mama mama mama
Ma ndingasali ndingenamncedi
Ndenzel uncedo ngokuhlala nam
Ma ndingasali ndingenamncedi
Ndenzel uncedo ngokuhlala nam



Writer(s): Public Domain


Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.