Bongeziwe Mabandla - salanabani (13.8.18) paroles de chanson

paroles de chanson salanabani (13.8.18) - Bongeziwe Mabandla




Ndosala nobani
Xa ndishiywa nguwe?
Xa ndishiywa nguwe?
Ndosala nobani
Xa ndishiywa nguwe?
Xa ndishiywa nguwe
Ngabe nguwe lona
Oth'funa ukuhamba.
Uyayazukuba andiphili Ngaphandle kwakho. Uthi ndenzenjani
Xa konke kuphelilee?
Ulithatha iphupha lami.
Khawundixelele
Ndikwenzeni na?
Bendizama ukubonisa'uthando lwami. Masinganikezeli
, Emva konke sidlule kuko.
Ntliziyo yami
Ndayinika wena
Ndosala nobani
Xa ndishiywa nguwe?
Xa ndishiywa nguwe
Ndosala nobani
Xa ndishiywa nguwe?
Xa ndishiywa nguwe
Kutheni undubulala?
Ufun'undibulala.
Musa ukundibulala
Ufun'undibulala
Sukundibulala
Kutheni undubulala?
Ufun'undibulala.
Musa ukundibulala
Ufun'undibulala
SukundibulalaNdosala nobani
Xa ndishiywa nguwe?
Xa ndishiywa nguwe?
Ndosala nobani
Xa ndishiywa nguwe?
Xa ndishiywa nguwe
Ngabe nguwe lona
Oth'funa ukuhamba.
Uyayazukuba andiphili Ngaphandle kwakho. Uthi ndenzenjani
Xa konke kuphelilee?
Ulithatha iphupha lami.
Khawundixelele
Ndikwenzeni na?
Bendizama ukubonisa'uthando lwami. Masinganikezeli
, Emva konke sidlule kuko.
Ntliziyo yami
Ndayinika wena
Ndosala nobani
Xa ndishiywa nguwe?
Xa ndishiywa nguwe
Ndosala nobani
Xa ndishiywa nguwe?
Xa ndishiywa nguwe
Ndosala nobani
Xa ndishiywa nguwe?
Xa ndishiywa nguwe
Kutheni undubulala?
Ufun'undibulala.
Musa ukundibulala
Ufun'undibulala
Sukundibulala
Kutheni undubulala?
Ufun'undibulala.
Musa ukundibulala
Ufun'undibulala
Sukundibulala



Writer(s): Tiago Correia-paulo, Bongeziwe Sipho Samkelwe Mabandla



Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.