Brenda Mtambo - Ixesha Lami paroles de chanson

paroles de chanson Ixesha Lami - Brenda Mtambo




Ndikhelela ixesha lami,
Oo oh! Amandla ami,
Nakho konke ukwenza kwami,
Oo oh! Uthando lwami,
Nayo yonke imizamo yami,
Oo oh! Ixesha lami,
Sobe sobe ndiphinde
Ndikhalela amandla ami,
Oo oh! Imizamo yami,
Nalo lonke uthando lwami,
Oo oh! Isikhathi sami,
Thando lona leli liyajikajika,
Sondo lona leli liyajikajika,
Sobe sobe ndiphinde



Writer(s): Brenda Buselaphi Mtambo


Brenda Mtambo - Ixesha Lami
Album Ixesha Lami
date de sortie
19-08-2016




Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.