Joyous Celebration - Sebenzeli Zulu - Live - traduction des paroles en anglais

Paroles et traduction Joyous Celebration - Sebenzeli Zulu - Live

Sebenzeli Zulu - Live
Sebenzeli Zulu - Live
Mna ndisebenzel' izulu (Aya ya ya ya)
I'm working in heaven (Oh yea yea yea)
Ndisebenzel' igama lam (Aya ya ya ya)
I'm working in my name (Oh yea yea yea)
Isihlalo sam emazulwini (Aya ya ya ya)
My seat is in heaven (Oh yea yea yea)
Ndisebenzel' izulu (Aya ya ya ya)
I'm working in heaven (Oh yea yea yea)
Mna sathana ndiyazaz' iinjongo zakho
Satan I'm destroying your plans
Impumelelo awuyifuni
You don't want our success
Ngakumbi kuthi makholwa
Especially for us believers
Ungasondeli apha Kum
Don't come near me
Mna ndiyathandaza
I'm praying
Sathana, ungasondeli apha kum
Satan, don't come near me
Mna ndibek'idolo phantsi
I'm putting idols down
Mna ndisebenzel' izulu (Aya ya ya ya)
I'm working in heaven (Oh yea yea yea)
Ndisebenzel' igama lam (Aya ya ya ya)
I'm working in my name (Oh yea yea yea)
Isihlalo sam emazulwini (Aya ya ya ya)
My seat is in heaven (Oh yea yea yea)
Ndisebenzel' izulu (Aya ya ya ya)
I'm working in heaven (Oh yea yea yea)
Ngu-1, ndiyathandaza
1, I'm praying
Ngu-3, ndiyathandaza
3, I'm praying
Ngu-5, ndiyathandaza
5, I'm praying
Ngu-7, ndiyathandaza
7, I'm praying
Ngu-9, ndiyathandaza
9, I'm praying
Ngu-11, ndibek' idolo phantsi
11, I'm putting idols down
Ngo-12 ziyangquzulana
At 12, they are wrestling
Ulele ntoni abobumnyama bengalali
Why are you sleeping while sons of darkness sleep
Ngo-12 ziyangquzulana
At 12, they are wrestling
Walal' abobumnyama bengalelanga
You've slept while sons of darkness never slept
Vuk' uthandaze, vuk'uthandaze
Wake up and pray, wake up and pray
Mna ndisebenzel' izulu (Aya ya ya ya)
I'm working in heaven (Oh yea yea yea)
Ndisebenzel' igama lam (Aya ya ya ya)
I'm working in my name (Oh yea yea yea)
Isihlalo sam emazulwini (Aya ya ya ya)
My seat is in heaven (Oh yea yea yea)
Ndisebenzel' izulu (Aya ya ya ya)
I'm working in heaven (Oh yea yea yea)
Ndirhangqwe ligazi, ndirhangqwe ngumlilo onamandla
I'm covered by the blood, I'm covered by the powerful fire
(Weh mtyholi ungasondeli ngoba uzawutsha)
(Whoa devil don't come near because you will burn)
Ndirhangqwe ligazi, ndirhangqwe ngumlilo onamandla
I'm covered by the blood, I'm covered by the powerful fire
Ndirhangqwe ligazi, ndirhangqwe ngumlilo onamandla
I'm covered by the blood, I'm covered by the powerful fire
Weh mtyholi ichance ayikho
Whoa devil no chance
Ndirhangqwe ligazi, ndirhangqwe ngumlilo onamandla
I'm covered by the blood, I'm covered by the powerful fire
Ayabizw' amagam' abangcwele (Likhon' Elam)
The names of saints are called (Likhon' Elam)
Ayabizw' amagam' abangcwele (Likhon' Elam)
The names of saints are called (Likhon' Elam)
Ayabizw' amagam' abangcwele
The names of saints are called
(Likhon' elam, elam likhona)

Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.