paroles de chanson Sebenzeli Zulu - Live - Joyous Celebration
Mna
ndisebenzel'
izulu
(Aya
ya
ya
ya)
Ndisebenzel'
igama
lam
(Aya
ya
ya
ya)
Isihlalo
sam
emazulwini
(Aya
ya
ya
ya)
Ndisebenzel'
izulu
(Aya
ya
ya
ya)
Mna
sathana
ndiyazaz'
iinjongo
zakho
Impumelelo
awuyifuni
Ngakumbi
kuthi
makholwa
Ungasondeli
apha
Kum
Mna
ndiyathandaza
Sathana,
ungasondeli
apha
kum
Mna
ndibek'idolo
phantsi
Mna
ndisebenzel'
izulu
(Aya
ya
ya
ya)
Ndisebenzel'
igama
lam
(Aya
ya
ya
ya)
Isihlalo
sam
emazulwini
(Aya
ya
ya
ya)
Ndisebenzel'
izulu
(Aya
ya
ya
ya)
Ngu-1,
ndiyathandaza
Ngu-3,
ndiyathandaza
Ngu-5,
ndiyathandaza
Ngu-7,
ndiyathandaza
Ngu-9,
ndiyathandaza
Ngu-11,
ndibek'
idolo
phantsi
Ngo-12
ziyangquzulana
Ulele
ntoni
abobumnyama
bengalali
Ngo-12
ziyangquzulana
Walal'
abobumnyama
bengalelanga
Vuk'
uthandaze,
vuk'uthandaze
Mna
ndisebenzel'
izulu
(Aya
ya
ya
ya)
Ndisebenzel'
igama
lam
(Aya
ya
ya
ya)
Isihlalo
sam
emazulwini
(Aya
ya
ya
ya)
Ndisebenzel'
izulu
(Aya
ya
ya
ya)
Ndirhangqwe
ligazi,
ndirhangqwe
ngumlilo
onamandla
(Weh
mtyholi
ungasondeli
ngoba
uzawutsha)
Ndirhangqwe
ligazi,
ndirhangqwe
ngumlilo
onamandla
Ndirhangqwe
ligazi,
ndirhangqwe
ngumlilo
onamandla
Weh
mtyholi
ichance
ayikho
Ndirhangqwe
ligazi,
ndirhangqwe
ngumlilo
onamandla
Ayabizw'
amagam'
abangcwele
(Likhon'
Elam)
Ayabizw'
amagam'
abangcwele
(Likhon'
Elam)
Ayabizw'
amagam'
abangcwele
(Likhon'
elam,
elam
likhona)
Ayabizw'
amagam'
abangcwele
(Likhon'
Elam)
Ayabizw'
amagam'
abangcwele
(Likhon'
Elam)
Ayabizw'
amagam'
abangcwele
(Likhon'
elam,
elam
likhona)

Album
Joyous Celebration 23 - Live at the CTICC Cape Town (Deluxe Video Version)
date de sortie
05-04-2019
1 UnguJehova UnguThixo - Live
2 Ngamthola (Akekho) - Live
3 Yesu Wena UnguMhlobo - Live
4 Thabang Le Nyakalle - Live
5 Oska Ntsheba Wa Nnyatsa - Live
6 Ingumlilo (Lento) - Live
7 Ndi Online - Live
8 Jesu Akandinakira - Live
9 Njalo Umile - Live
10 Siyabulela - Live
11 Hlala Nami (Wena Ongaguquki) - Live
12 Jeso Waphila - Live
13 Forever You Reign - Live
14 Moya Oyingcwele - Live
15 Bitso La Hao - Live
16 Maye Umphefumlo Wam - Live
17 I Will Wait - Live
18 SinoMhlobo - Live
19 Awesome God - Live
20 My Worship - Live
21 Kudelowaziyo - Live
22 Kukhona Iculo - Live
23 Kulomhlaba - Live
24 Shomela Jehova - Live
25 Uyangikhathalela - Live
26 Sebenzeli Zulu - Live
27 Uyamangalisa - Live
28 Yifune INkosi - Live
29 KwaZama Zama - Live
30 Ngimbona Lapha Kimi - Live
31 Kasozabikho - Live
32 Opening Song - Live
Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.