paroles de chanson Uthixo Omkhulu - Joyous Celebration
                                                Ohaho 
                                                oh-oh-oh
 
                                    
                                
                                                Sabelani 
                                                niyabizwa, 
                                                nibizelw' 
                                                eNkosi
 
                                    
                                
                                                Zizwe 
                                                zonke 
                                                zeAfrika 
                                                nibizwel' 
                                                eNkosini
 
                                    
                                
                                                Zizwe 
                                                zonke 
                                                zomnt' 
                                                omnyama 
                                                nibizelw' 
                                                eNkosini
 
                                    
                                
                                                Yingxubakaxaka 
                                                yantoni 
                                                nale 
                                                sixakene 
                                                nayo?
 
                                    
                                
                                                KuloThixo 
                                                omkhulu 
                                                owasezulwini
 
                                    
                                
                                                Isenguye 
                                                namanje 
                                                ikhakha 
                                                lenyaniso
 
                                    
                                
                                                Isenguye 
                                                namanje 
                                                inqaba 
                                                yenyaniso
 
                                    
                                
                                                Ahomna, 
                                                ahomna, 
                                                ahomna!
 
                                    
                                
                                                Ulozandla 
                                                zakhe 
                                                zahlatyw' 
                                                eGolgotha
 
                                    
                                
                                                Ulophango 
                                                lwakhe 
                                                lwahlatyw' 
                                                eGolgotha
 
                                    
                                
                                                Ulohlanganisi 
                                                mihlamb'eyalanayo
 
                                    
                                
                                                Ulohlanganisi 
                                                mihlamb'eyalanayo
 
                                    
                                
                                                Ahomna, 
                                                ahomna, 
                                                ahomna!
 
                                    
                                
                                                Ingxubakaxaka 
                                                sixakene 
                                                nayo
 
                                    
                                
                                                Yingxubakaxaka 
                                                yantoni 
                                                nale 
                                                sixikixana 
                                                nayo
 
                                    
                                
                                                Yintsumantsumane, 
                                                isiyikayika
 
                                    
                                
                                                Sixovul 
                                                'udaba 
                                                loxabele
 
                                    
                                
                                                Yintsumantsumane, 
                                                isiyikayika
 
                                    
                                
                                                Isixhikhwathi 
                                                sengxaki
 
                                    
                                
                                                Ingxubakaxaka 
                                                sixakene 
                                                nayo
 
                                    
                                 
                            1 Joyous Band Overture
2 Sikhululiwe (Opening)
3 Kuregerera in Advance
4 Jabu's back to the Cross
5 Ngino Jesu Medley
6 Moya o Mokgethwa
7 Ngobekezela
8 Jesu Nkonyana
9 Mbongeni Medley
10 Bayede Medley
11 Mthunzi's back to the Cross
12 He Shall Never Die
13 Alikho Elinye Futhi
14 Nanti'thuba
15 Hakuna Zvinorema
16 Ngingowakho
17 Ngabe Ses'hlulekile
18 Hallelujah Nkateko (Lihle's Version)
19 Uthixo Omkhulu
20 Hlabelela
21 Wembethe Ubukhosi
22 Praise God with That Beat
23 Tribute to Lihle
24 Jesu rato la Hao
25 Let it Go
26 His Blood Still Works
27 Amen
28 Where Would I Be
29 Order My Steps
30 Ekupheleni
31 What a Friend
32 Hallelujah Nkateko
33 No More Night
34 Promises of His Love
35 On the Cross
Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.
                 
                                                         
                                                         
                                                         
                                                         
                                                         
                                                         
                                                         
                                                         
                                                        