paroles de chanson Ngawe (feat. Soul Pressure) - Mashaya
Sinqandamathe
sam
Sibane
sam
Esindikhanyisela
Makutshona
ilanga
Uthandwa
ndim
Wena
ufunwa
Ndim
Please
come
Closer
my
baby
Usistove
sam
Samalahle
Esivutha
ebusuku
Nasemini
Inhliziyo
yakho
Iyakhanya
iyakhazimula
Ubuhle
bakho
Bubhalwe
emehlweni
Mhhm
Mhhhm
Uthandwa
ndim
Ndim
Ndim
Masingavumeli
abanye
Abantu
bangene
Phakathi
kwethu
Masingavumeli
abanye
Abantu
basixabanise
Ndihlala
ndikhalaza
Ngawe
Njalo
nje
baby
Uyandihlupha
Ndihlala
ndikhalaza
Ngawe
Njalo
nje
baby
Uyandihlupha
Ndihlala
ndikhalaza
Ngawe
Njalo
nje
baby
Uyandihlupha
Ndihlala
ndikhalaza
Ngawe
Njalo
nje
baby
Uyandihlupha
Khandixelele
ufunani
Ufunani
Khandixelele
ufunani
Ufunani
Khandixelele
ufunani
Ufunani
Khandixelele
ufunani
Ufunani
Khandixelele
ufunani
Ufunani
Khandixelele
ufunani
Ufunani
Khandixelele
ufunani
Ufunani
Khandixelele
ufunani
Ndihlala
ndikhalaza
Ngawe
Ndihlala
ndikhalaza
Ngawe
Abantu
bahlala
Bendibuza
Ndifuna
ntoni
Kuwe
Ndifun
uthando
Lwakho
Ndifunuhlala
nawe
Kodwa
andiyazi
Ufuna
ntoni
Wena
Kodwa
andiyazi
Ufuna
ntoni
Kum
Ndikuthanda
ngentliziyo
Yam
yonke
Noba
bengathini
abantu
I
will
love
you
Forever
Ndihlala
ndikhalaza
Ngawe
Njalo
nje
baby
Uyandihlupha
Ndihlala
ndikhalaza
Ngawe
Njalo
nje
baby
Uyandihlupha
Ndihlala
ndikhalaza
Ngawe
Njalo
nje
baby
Uyandihlupha
Ndihlala
ndikhalaza
Ngawe
Njalo
nje
baby
Uyandihlupha
Khandixelele
ufunani
Ufunani
Khandixelele
ufunani
Ufunani
Khandixelele
ufunani
Ufunani
Khandixelele
ufunani
Ufunani
Khandixelele
ufunani
Ufunani
Khandixelele
ufunani
Ufunani
Khandixelele
ufunani
Ufunani
Khandixelele
ufunani
Ndihlala
ndikhalaza
Ngawe
Ndihlala
ndikhalaza
Ngawe
Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.