Miranda - Lendoda paroles de chanson

paroles de chanson Lendoda - Miranda




Ngangihamba ngesizotha
Hawu ngayithanda lendoda
Wathi ehamba engisondela
Uvalo wangifica
Mboneni uncumo lwakhe
Wangiqhekeza intloko ndiphambene nguye
Wandjonga lobhuti lona ndivelelwe yinton
Ndiyayfuna lendoda
Mjongeni isakhiwo sakhe
Imvelaphi lendod′iyaziqhenya
Uvelaphi thixo mjongeni
Ndaze ndaphela lendoda iyandibiza
Ndiyayfuna lendoda
Oh yeah ×6
Ndiyayfuna lendoda
Oh yeah ×6
Ndathi ndihleli naye ingalo yakhe indigonile
Hawu webhuti undvelela phi na
Ingelosi enje azange ndayibona
Ndiyayfuna lendoda
Oh yeah ×6
Ndiyayfuna lendoda
Oh yeah ×6
Ndinendoda endiythandayo ekhaliphile isipho semvelo
Ndiyayfuna lendoda
Oh yeah ×6
Ndiyayfuna lendoda
Oh yeah ×6
Oh yeah ×6
Ndiyayfuna lendoda
Oh yeah ×6



Writer(s): Mpho Ludidi, Miranda Ntshangase



Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.