paroles de chanson Uthando Lwam - Nathi
Uthando
lwam
lohlala
lunjena
asoze
ndithand'
omny'
umntu
nje
ngawe
Uthando
lwam
lohlala
lunjena
azange
ndathand'
omny'
mntu
nje
ngawe
Ebumnandini
nasebunzimeni
ntliziyo
yam
izothanda
wena
wedwa
Bendingasoze
ndikwazi
ukukhuntyekiswa
nguwe
mna
xa
ndikubona
Awusandithandi
bendizoz'bonela
ngokwam
ukuba
akandithandi
lo
Ndingazixakekisi
ngawe
mna
Uthando
lwam
lohlala
luhleli
asoze
Ndithand'
omny'
umntu
nje
ngawe
Bendingasoze
ndikwaz'
ukuxakekisa
Ngomntu
mna
xa
ndimbona
awusandithandi
Bendingasoze
ndimelane
Kuhlutshekiswa
ngumntu
mna
xa
ndimbona
akandithandi
Uthando
lwam
Lohlala
luhleli
asoze
ndithand'
omny'
umntu
njengawe
Ebumnandini
Nase
bunzimeni
ntliziyo
yam
izothanda
wena
wedwa
Uthando
lwam
Soze
ndithand'
omny'
umntu
mna
Uthando
lwam
lohlala
luhleli
asoze
Ndithand'
omny'
umntu
nje
ngawe
ebumnandini
nase
bunzimeni
Intliziyo
yam
izothanda
wena
wedwa
Ebumnandini
Nase
bunzimeni
ntliziyo
yam
izothanda
wena
wedwa
qha!
Ebumnandini
nase
bunzimeni
ntliziyo
yam
izothanda
wena
wedwa
Uthando
lwam
lohlala
lunje
asoze
ndithand'
omny'
umntu
nje
ngawe
1 Sabela
2 Umphefumlo Wam
3 Abantu balendawo
4 Inyembezi
5 Ukuthanda Wena
6 Amagama
7 La la la
8 Malumekazi
9 Amalongwe
10 Qathule
11 Ubuntu
12 Uthando Lwam
Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.