paroles de chanson Izolo Lam - Ntando
Ndonakele
ndaphukile
ndilimele
Ak'kho
nokuzimela
Kodwa
ngeke
ndilitshintshe
izolo
lam
Nawe
awungeke
Ngezijwili
nemizamo
nemigudu
namavelatshona
Andikwazi
ukulitshintsha
izolo
lam
Nawe
awungeke
Ndaginxa
izatsala
njala
Izimvununu
mna
ndazitsho
Kodwa
bhunxe
izolo
lam
Laxel'
ikhwekhwe
lexhwili
Ngeke
litshintshe
izolo
lam
Bothetha
abantu
litshon'
ilanga
Ngeke
litshintshe
izolo
lam
Vel'
uxole
nje
mphefumlo
wam
Ngeke
litshintshe
izolo
lam
Mandamkele
noba
kubuhlungu
Ngeke
litshintshe
izolo
lakho
Ewe
impazamo
ndizenzile
Hlisa
umoya
thoba
iphika
Yeka
ixhala
ubomi
bufushane
Andingeze
ndilitshintshe
izolo
lam
Nawe
awungeke
Mandifeze
izithembiso,
oh
Namaphupho
ubomi
buyaqhubeka
Andikwazi
ukulitshintsha
izolo
lam
Nawe
awungeke
ngelakho
Ndaginxa
izatsala
njala
Izimvununu
mna
ndazitsho
Kodwa
khunxe
izolo
lam
Laxel'
ikhwekhwe
lexhwili
Ngeke
litshintshe
izolo
lam
(lashon'
ilanga)
Bothetha
abantu
litshon'
ilanga
Ngeke
litshintshe
izolo
lam
Vel'
uxole
nje
mphefumlo
wam
Ngeke
litshintshe
izolo
lam
(lashon'
ilanga)
Mandamkele
noba
kubuhlungu
Ngeke
litshintshe
izolo
lakho
Ewe
impazamo
ndizenzile
Zininzi
zona
izibhotsha
Ezomana
zikukhumbuza
emva
Kodwa
wena
kanye
ngelo
xesha
Vala
umlomo
ujonge
phambili
Ngeke
litshintshe
izolo
lam
(lashon'
ilanga)
Bothetha
abantu
litshon'
ilanga
Ngeke
litshintshe
izolo
lam
Vel'
uxole
nje
mphefumlo
wam
Ngeke
litshintshe
izolo
lam
(lashon'
ilanga)
Mandamkele
noba
kubuhlungu
Ngeke
litshintshe
izolo
lakho
Ewe
impazamo
ndizenzile
Ngeke
litshintshe
izolo
lam
(lashon'
Iianga)
Angeke
woh,
angeke
Ngeke
litshintshe
izolo
lam
Aha,
aha
ah,
mphemfulo
wam
Ngeke
litshintshe
izolo
lam
Khawamkeli
bo
(ngeke
litshintshe
izolo
lam)
Khawamkeli
bo
Oh,
sizenzile
Nana
Nana
Nana
nana
Nana
nana
1 Kulikuni
2 Dali
3 Ndonile
4 Kuwe
5 Umhlaba Wam
6 Nkosazana
7 Umehluko
8 Izolo Lam
9 Emlanjeni
10 Themba Lam
11 Unozala
12 Mayibuye
13 Baby Kunjalo
14 Izolo
15 Treat U Ryt
Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.