Ringo Madlingozi - Ubomi paroles de chanson

paroles de chanson Ubomi - Ringo Madlingozi



Ubonile? obubumnyama abubalulekanga
Jonga iiNkundla zethu, zisilahlile
Abantu, uMama no Sisis Wam
Akokukqala, kunje
Abanye baphoswe ezingonyameni
Abanye barhuqiwe bephila
IiNkundla zidlala ngama gama
Ubungqina abukho, abuphelelanga
Akhomntu usivileyo isijwili saloo Ndoda
Yintoni na? ubatla bopaki bo feng?
Ke bopaki bo feng,bo o bo batlang?
Uthini na? abazibulalanga ababantu
Ubonile? obubumnyama abubalulekanga
Jonga iiNkundla zethu, zisilahlile
Abantu, uMama no Sisis Wam
Akukudalanga, sifumene iNkululeko
Kodwa yintoni na, siyona kanje?
Ndithi akukudalanga, siqala ukuthembana
Ngoku, kutheni na, sisenza kanje?
Akukhomntu usivileyo isijwili salaa Mantombazana
Ha se la pele ho le tjena
Re tshireletse, Re tshireletse
Ncedani, singalwi, abamnyama nabamhlophe
Ubonile? obubumnyama abubalulekanga
Jonga iiNkundla zethu, zisilahlile
Abantu, uMama no Sisis Wam
Xola
Xola
Kuzobuye kulunge
Xola
Kuzobuye kulunge
Xola
Kuzobuye kulunge



Writer(s): Ringo Madlingozi


Ringo Madlingozi - Ndim Lo
Album Ndim Lo
date de sortie
21-07-2020




Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.