Synapson feat. Bongeziwe Mabandla - Yise (feat. Bongeziwe Mabandla) paroles de chanson

paroles de chanson Yise (feat. Bongeziwe Mabandla) - Synapson , Bongeziwe Mabandla




Xa ndihamba, kwelilizwe
′Bantu bayandibuz'ukuba ndingowaphi
Bathi, "Lona, hay′uzalwa ngubani?"
Andiyaz'ukuba ndiphendule ndithini
Ngoba andiyaz'ukuba, ukuba
Hay′andiyaz′ukuba
Mna ndingubanina
Ndihlel'emawen′ ndilind'ufike
Ufik′undibambe
Ndihlel'emawen′ ndilind'ufike
Ufik'undibambe
Ebusuku, andilali mna
Ndiv′abantu bendibiza ngegama
Bathi mandiwele nami
Andiyaz′ukuba ndiphendule ndithini
Ngoba andiyaz'ukuba, ukuba
Hay′andiyaz'ukuba
Mna ndingubanina
Ndihlel′emawen' ndilind′ufike
Ufik'undibambe
Ndihlel'emawen′ ndilind′ufike
Ufik'undibambe
Ufik′undibambe (undibambe)
Ufik'undibambe (undibambe) heyi
Ufik′undibambe (undibambe)
Ufik'undibambe (undibambe)
Ufik′undibambe (undibambe)
Ufik'undibambe



Writer(s): Synapson



Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.