Thandiswa Mazwai - Ntyilo Ntyilo paroles de chanson

paroles de chanson Ntyilo Ntyilo - Thandiswa Mazwai



Ndavi lizwi kwelotyolo.
Ndakhangela ndasondela.
Lalisitsho lisithi thili-thili.
Ntyilo ntyilo yamnandi lontsholo.
Ndavi lizwi kwelotyolo.
Ndakhangela ndasondela.
Lalisitsho lisithi ilizwe lifile.
Ntyilo ntyilo yamnandi lontsholo.
Wayembethe ingubo ezimhlophe.
Wayembethe nengubo ezibomvu.
Lalisitsho lisithi ilizwe lifile.
Ntyilo ntyilo yamnandi lontsholo.
Ntyilo ntyilo yamnandi lontsholo.




Thandiswa Mazwai - Zabalaza




Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.