paroles de chanson Andizazi - Vusi Nova
Ndidibene
nawe
izolo
uhamba
naye
Yavele
intliziyo
yam
yophuka
Ndidibene
nawe
izolo
uhamba
naye
Yona
yavele
intliziyo
yam
yophuka
Bathi
uzenzile
akakhali
Kodwa
andikwazi
ukukubona
uhamba
nomnye
Sthandwa
ndixelele
ndenze
njani
ngawe?
Andizazi
ndo
(andizazi)
k′ba
yintoni
(yintoni
ngam)
Ngaphandle
kwakho
(kwakho)
Andizazi
ndo
(andizazi)
K'ba
yintoni
(yintoni
ngam)
Ngaphandle
kwakho
(kwakho)
Mizamo
yam
yophelel′
aphi(mzamo
yam
mzamo
yam
mzamo
yam
yophela)
Ngaphandle
kwakho
Mizamo
yam
yophelel'
aphi(mzamo
yam
mzamo
yam
mzamo
yam
yophela)
Ngaphandle
kwakho
Hey
yah
Nabahlobo
bam
bayandibuza
Ngabe
kuphelile
oh
manyani
Ndibaphendule
ndithini
na
Sthandwa
sam
Ndixakekile
sthandwa
sam
Mna
ndibidekile
mna
yintoni
na
Sthandwa
ndixelele
ndenze
njani
ngawe?
Andizazi
ndo
(andizazi)
K'ba
yintoni
(yintoni
ngam)
Ngaphandle
kwakho
(kwakho)
Andizazi
ndo
(andizazi)
K′ba
yintoni
(yintoni
ngam)
Ngaphandle
kwakho
(kwakho)
Mizamo
yam
yophelel′
aphi(mzamo
yam
mzamo
yam
mzamo
yam
yophela)
Ngaphandle
kwakho
Mizamo
yam
yophelel'
aphi(mzamo
yam
mzamo
yam
mzamo
yam
yophela)
Ngaphandle
kwakho
Andizazi
ndo
(andizazi)
K′ba
yintoni
(yintoni
ngam)
Ngaphandle
kwakho
(kwakho)
Andizazi
ndo
(andizazi)
K'ba
yintoni
(yintoni
ngam)
Ngaphandle
kwakho
(kwakho)
Mizamo
yam
yophelel′
aph(mzamo
yam
mzamo
yam
mzamo
yam
yophela)
Ngaphandle
kwakho
Mizamo
yam
yophelel'
aphi(mzamo
yam
mzamo
yam
mzamo
yam
yophela)
Ngaphandle
kwakho
wowu
ooh
oh
ho-ooh
Andizazi
ndo
k′ba
yinton
na
ndindedwa
Andizazi
ndo
k'ba
yinton
na
ndinjenje
nguwe
baby
Sthandwa
ndixelele
ndenze
njani
ngawe
1 Naninina
2 Memeza
3 Xandingakuthemba
4 Ndikuthandile
5 Thandiwe
6 Yana Imvula
7 Ndimfumene
8 Andizazi
9 Ndonele
10 Impazamo
11 Thandiwe - R&B Version
Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.